Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Mateyu 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noTHIXO kaIsake noTHIXO kaYakobi’?+ AkangoTHIXO wabafileyo, kodwa ngowabaphilayo.”+
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
32 ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noTHIXO kaIsake noTHIXO kaYakobi’?+ AkangoTHIXO wabafileyo, kodwa ngowabaphilayo.”+