Genesis 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UYehova wabonakala kuye ngobo busuku waza wathi: “NdinguThixo ka-Abraham uyihlo.+ Musa ukoyika,+ kuba ndinawe, yaye ndiza kukusikelela ndize ndiyandise imbewu yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+
24 UYehova wabonakala kuye ngobo busuku waza wathi: “NdinguThixo ka-Abraham uyihlo.+ Musa ukoyika,+ kuba ndinawe, yaye ndiza kukusikelela ndize ndiyandise imbewu yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+