Genesis 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+
13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+