Levitikus 19:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Ukuba uthe umphambukeli waphambukela ezweni lenu, nize ningamphathi kakubi.+ Levitikus 25:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza waphelelwa yimali ekunye nawe,+ umele umxhase.+ Makahlale nawe njengomphambukeli nomfiki,+ ukuze aphile. Zekariya 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ningaqhathi mhlolokazi+ okanye inkwenkwe engenayise,+ namphambukeli+ okanye oxhwalekileyo,+ ningacebi nto imbi elowo nxamnye nomnye ezintliziyweni zenu.’+
35 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza waphelelwa yimali ekunye nawe,+ umele umxhase.+ Makahlale nawe njengomphambukeli nomfiki,+ ukuze aphile.
10 ningaqhathi mhlolokazi+ okanye inkwenkwe engenayise,+ namphambukeli+ okanye oxhwalekileyo,+ ningacebi nto imbi elowo nxamnye nomnye ezintliziyweni zenu.’+