IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 24:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Malingathinjwa njengesibambiso ilitye lokuguba okanye ilitye lokusila langaphezulu,+ kuba kukuthimba umphefumlo njengesibambiso oko.

  • Yobhi 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Inkwenkwe engenayise bayixhwila nasebeleni,+

      Yaye oko anako oxhwalekileyo bakuthabatha njengesibambiso.+

  • Amosi 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Banaba phezu kwezambatho ezithinjwe njengesibambiso+ ngasezibingelelweni zonke;+ basela iwayini yabo bahlawulisiweyo endlwini yoothixo babo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share