Levitikus 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Nize ningebi,+ ningakhohlisi,+ yaye ningaqhubani ngobuxoki nezinxulumani zenu.+ Luka 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kanjalo, abo bakwinkonzo yasemkhosini babembuza bathi: “Senze ntoni na ke thina?” Waza wathi kubo: “Musani ukubandezela nabani na okanye nimangalele+ nabani na ngobuxoki, kodwa yanelani koko nikulungiselelweyo.”+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
14 Kanjalo, abo bakwinkonzo yasemkhosini babembuza bathi: “Senze ntoni na ke thina?” Waza wathi kubo: “Musani ukubandezela nabani na okanye nimangalele+ nabani na ngobuxoki, kodwa yanelani koko nikulungiselelweyo.”+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+