Eksodus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 wonikela inkonzo imihla emithandathu+ uze ngayo uwenze wonke umsebenzi wakho. Luka 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+
14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+