Duteronomi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+ 1 Timoti 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+ Hebhere 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 nikuphaphele ngenyameko ukuba kungabikho namnye ububandezwayo ububele obungasifanelanga bukaThixo;+ kungabikho ngcambu inetyhefu+ iphumayo ibangele inkathazo baze abaninzi benziwe inqambi yiyo;+
9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+
16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+
15 nikuphaphele ngenyameko ukuba kungabikho namnye ububandezwayo ububele obungasifanelanga bukaThixo;+ kungabikho ngcambu inetyhefu+ iphumayo ibangele inkathazo baze abaninzi benziwe inqambi yiyo;+