Numeri 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye ngomhla weshumi elinesihlanu enyangeni leyo ngumthendeleko. Iintsuku ezisixhenxe kodliwa amaqebengwana angenagwele.+ IZenzo 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Njengoko wabona ukuba kwakukholekile kumaYuda,+ waqhubeka wabamba noPetros. (Ngokunjalo, leyo yayiyimihla yamaqebengwana angenagwele.)+ 1 Korinte 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+
17 Yaye ngomhla weshumi elinesihlanu enyangeni leyo ngumthendeleko. Iintsuku ezisixhenxe kodliwa amaqebengwana angenagwele.+
3 Njengoko wabona ukuba kwakukholekile kumaYuda,+ waqhubeka wabamba noPetros. (Ngokunjalo, leyo yayiyimihla yamaqebengwana angenagwele.)+
8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+