IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Koba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni ukuthi:+ Ngenyanga yesixhenxe, ngomhla weshumi enyangeni leyo,+ noyixhwalekisa imiphefumlo yenu,+ kungabikho bani owenza nawuphi na umsebenzi,+ enoba yinzalelwane okanye ngumphambukeli ophambukele phakathi kwenu.

  • Numeri 29:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Ngolweshumi enyangeni leyo yesixhenxe nifanele nibe nendibano engcwele,+ yaye nimele niyixhwalekise imiphefumlo yenu.+ Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi.+

  • INdumiso 35:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+

      Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+

      Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+

  • Isaya 58:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaba ukuzila endikunyulayo kufanele kube nje, njengomhla wokuba umntu wasemhlabeni axhwalekise umphefumlo wakhe?+ Wokuba athokombise intloko kanye njengomzi, nokuba andlale irhonya nothuthu ngokungathi sisingqengqelo sakhe?+ Yile nto na le niyibiza ngokuba kukuzila nomhla owamkelekileyo kuYehova?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share