Genesis 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bada bafika kwindawo uTHIXO oyinyaniso awayemtyumbele yona, yaye uAbraham wakha khona isibingelelo,+ wazicwangcisa iinkuni waza wambopha izandla neenyawo uIsake unyana wakhe, wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.+ Nehemiya 13:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 nowesixa seenkuni+ ngamaxesha amiselweyo nowentlahlela. Ndikhumbule,+ Thixo wam, ngokulungileyo.+
9 Bada bafika kwindawo uTHIXO oyinyaniso awayemtyumbele yona, yaye uAbraham wakha khona isibingelelo,+ wazicwangcisa iinkuni waza wambopha izandla neenyawo uIsake unyana wakhe, wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.+