INdumiso 67:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Umhlaba uya kunika imveliso yawo;+UThixo, uThixo wethu, uya kusisikelela.+ INdumiso 85:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwakhona uYehova uya kunikela okulungileyo,+Nelizwe lethu linikele imveliso yalo.+ Zekariya 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+
12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+