Levitikus 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+ INdumiso 76:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wena—uyoyikeka,+Ngubani onokuma phambi kwakho ngenxa yamandla omsindo wakho?+ INdumiso 79:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubabuyekeze abamelwane bethu izihlandlo ezisixhenxe esifubeni sabo+Ungcikivo lwabo abakungcikive ngalo, Yehova.+
21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+
12 Ubabuyekeze abamelwane bethu izihlandlo ezisixhenxe esifubeni sabo+Ungcikivo lwabo abakungcikive ngalo, Yehova.+