2 Kronike 36:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ukuzalisekisa ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya,+ de ilizwe lahlawula iisabatha zalo.+ Yonke imihla yokuphanza kwalo lagcina isabatha, ukuzalisekisa iminyaka engamashumi asixhenxe.+
21 ukuzalisekisa ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya,+ de ilizwe lahlawula iisabatha zalo.+ Yonke imihla yokuphanza kwalo lagcina isabatha, ukuzalisekisa iminyaka engamashumi asixhenxe.+