IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye oko wone ngako nxamnye nendawo engcwele wokubuyekeza uze wongeze kuko isahlulo+ sesihlanu sako, ukunike umbingeleli, ukuze umbingeleli awucamagushele+ ngenkunzi yegusha yomnikelo wetyala, wandule ke uxolelwe.+

  • Levitikus 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 okanye nantoni na obuyifungele ngobuxoki, woyibuyekeza+ ngomlinganiselo wayo opheleleyo, uze wongeze kuyo isahlulo sesihlanu sayo. Woyinika umniniyo ngomhla ongqineke unetyala ngawo.

  • Levitikus 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Ukuba ke umntu uthe wayidla into engcwele ngempazamo,+ umele ongeze isahlulo sesihlanu+ sayo kuyo aze ayinike umbingeleli loo nto ingcwele.

  • Levitikus 27:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa ukuba lowo uyingcwalisileyo uye wayithenga kwakhona intsimi leyo, umele ke ngoko ongezelele isahlulo sesihlanu kwimali yexabiso elithelekelelweyo, ize ke ngokuqinisekileyo ibe yeyakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share