IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangelani! Alingeniswanga igazi lawo engcweleni phakathi.+ Benifanele niwudle okunene endaweni engcwele, kanye njengoko ndayalelwayo.”+

  • Levitikus 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Ukuba ke umntu uthe wayidla into engcwele ngempazamo,+ umele ongeze isahlulo sesihlanu+ sayo kuyo aze ayinike umbingeleli loo nto ingcwele.

  • Numeri 18:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Oku kufanele kube kokwakho ezintweni ezizezona zingcwele, emnikelweni wasemlilweni, eminikelweni yabo yonke kwanakuyo yonke iminikelo yabo yokudla okuziinkozo+ neminikelo yabo yonke yesono+ neminikelo yabo yonke yetyala,+ abayibuyisela kum. Yona yoba yeyona nto ingcwele kuwe nakoonyana bakho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share