Eksodus 40:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Wothi ke usondeze uAron noonyana bakhe emnyangweni wentente yokuhlangana, ubahlambe ngamanzi.+ 1 Korinte 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+ Efese 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ukuze alingcwalise,+ alihlambulule ngokuhlamba kwamanzi ngelizwi,+ Hebhere 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kodwa zinento yokwenza kuphela nokutya+ nesiselo+ nobhaptizo olwahlukahlukeneyo.+ Zaziyimfuneko esemthethweni ngokuphathelele inyama+ yaye zabekwa de kwalixesha elimisiweyo lokulungelelanisa izinto.+
11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+
10 kodwa zinento yokwenza kuphela nokutya+ nesiselo+ nobhaptizo olwahlukahlukeneyo.+ Zaziyimfuneko esemthethweni ngokuphathelele inyama+ yaye zabekwa de kwalixesha elimisiweyo lokulungelelanisa izinto.+