Genesis 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku uAdam waba neentlobano zokwazana noEva umfazi wakhe waza wamitha.+ Ekuhambeni kwexesha wazala uKayin+ waza wathi: “Ndivelise umntu ngoncedo lukaYehova.”+
4 Ke kaloku uAdam waba neentlobano zokwazana noEva umfazi wakhe waza wamitha.+ Ekuhambeni kwexesha wazala uKayin+ waza wathi: “Ndivelise umntu ngoncedo lukaYehova.”+