Levitikus 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Umfazi xa athe wabhobhoza, kwaba ligazi ukubhobhoza kwakhe enyameni yakhe,+ woba sekungcoleni kwakhe kokuba sexesheni+ imihla esixhenxe,+ yaye nabani na omchukumisayo woba ngongahlambulukanga kude kuhlwe.
19 “‘Umfazi xa athe wabhobhoza, kwaba ligazi ukubhobhoza kwakhe enyameni yakhe,+ woba sekungcoleni kwakhe kokuba sexesheni+ imihla esixhenxe,+ yaye nabani na omchukumisayo woba ngongahlambulukanga kude kuhlwe.