IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+

  • Roma 8:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Yena lowo ungambandezanga uNyana wakhe+ kodwa wamnikela ngenxa yethu sonke,+ akayi kuthi na kaloku ngobubele asinike zonke ezinye izinto kwandawonye naye?+

  • Tito 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+

  • 1 Yohane 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+

  • 1 Yohane 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Uthando+ silubone kwinto yokuba yena wanikela umphefumlo wakhe ngenxa yethu;+ ngoko ke nathi simele sinikele imiphefumlo yethu ngenxa yabazalwana bethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share