Levitikus 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bonke abasukuba besenza nayiphi na kuzo zonke ezi zinto zicekisekayo, imiphefumlo ezenzayo yonqunyulwa phakathi kwabantu bakowayo.+ Levitikus 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe.
29 Bonke abasukuba besenza nayiphi na kuzo zonke ezi zinto zicekisekayo, imiphefumlo ezenzayo yonqunyulwa phakathi kwabantu bakowayo.+
2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe.