IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nize ningahambi emimiselweni yeentlanga ezo ndizigxothayo phambi kwenu,+ ngokuba zizenzile zonke ezi zinto ndaza ndazenyanya.+

  • Duteronomi 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba uYehova uyamcekisa wonke ubani ozenzayo ezi zinto, yaye kungenxa yezi zinto zicekisekayo le nto uYehova uThixo wakho azigxothayo phambi kwakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share