Levitikus 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Inkunzi yenkomo okanye igusha enelungu elide gqitha okanye elifutshane gqitha,+ ungenza ngayo umnikelo wokuzithandela; kodwa awuyi kwamkelwa ngenkoliseko ukuba ngowesibhambathiso.
23 Inkunzi yenkomo okanye igusha enelungu elide gqitha okanye elifutshane gqitha,+ ungenza ngayo umnikelo wokuzithandela; kodwa awuyi kwamkelwa ngenkoliseko ukuba ngowesibhambathiso.