Hebhere 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba ukuba igazi leebhokhwe+ neleenkunzi zeenkomo+ nothuthu+ lwethokazi olufefwe kwabo benziwe iinqambi+ lingcwalisa ukusa kumkhamo wokuhlanjululwa kwenyama,+ 1 Petros 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+
13 Kuba ukuba igazi leebhokhwe+ neleenkunzi zeenkomo+ nothuthu+ lwethokazi olufefwe kwabo benziwe iinqambi+ lingcwalisa ukusa kumkhamo wokuhlanjululwa kwenyama,+
2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+