Numeri 14:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ehla ama-Amaleki+ namaKanan awayehleli kuloo ntaba, abaxabela aza abachithachitha ukuya kufikelela eHorma.+ ABagwebi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa uYuda wamatsha noSimeyon umntakwabo, yaye bawaxabela amaKanan awayengabemi baseTsefathi baza bayitshabalalisa.+ Ngenxa yoko eso sixeko sabizwa ngokuba yiHorma+ igama laso.
45 Ehla ama-Amaleki+ namaKanan awayehleli kuloo ntaba, abaxabela aza abachithachitha ukuya kufikelela eHorma.+
17 Kodwa uYuda wamatsha noSimeyon umntakwabo, yaye bawaxabela amaKanan awayengabemi baseTsefathi baza bayitshabalalisa.+ Ngenxa yoko eso sixeko sabizwa ngokuba yiHorma+ igama laso.