Numeri 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” utsho uYehova, “inene ndiya kwenza kanye njengoko nithethileyo ezindlebeni zam!+ Numeri 14:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+
28 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” utsho uYehova, “inene ndiya kwenza kanye njengoko nithethileyo ezindlebeni zam!+
34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+