Genesis 29:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala. Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala.
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+