Yohane 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye kanye njengokuba uMoses wayiphakamisayo inyoka+ entlango, ngokunjalo noNyana womntu umele aphakanyiswe,+ Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ukuze wonk’ ubani okholwayo kuye abe nobomi obungunaphakade.+ Yohane 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+ Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
14 Yaye kanye njengokuba uMoses wayiphakamisayo inyoka+ entlango, ngokunjalo noNyana womntu umele aphakanyiswe,+
40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+