18 Xa wayehamba entlango, wahamba ejikeleza ilizwe lakwaEdom+ nelizwe lakwaMowabhi, kangangokuba waya ngasekuphumeni kwelanga kwilizwe lakwaMowabhi,+ wamisa inkampu kummandla wakwa-Arnon; kwaye akazange aye kumda wakwaMowabhi,+ ngenxa yokuba iArnon yayingumda wakwaMowabhi.+