Yeremiya 48:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 ‘Emthunzini waseHeshbhon abo basabayo beme ngxi bengenamandla. Kuba ngokuqinisekileyo kuya kuphuma umlilo eHeshbhon,+ nedangatye phakathi kwaSihon;+ yaye uya kuqwenga iintlafuno zakwaMowabhi nokakayi lwentloko yoonyana bokuxokozela.’+
45 ‘Emthunzini waseHeshbhon abo basabayo beme ngxi bengenamandla. Kuba ngokuqinisekileyo kuya kuphuma umlilo eHeshbhon,+ nedangatye phakathi kwaSihon;+ yaye uya kuqwenga iintlafuno zakwaMowabhi nokakayi lwentloko yoonyana bokuxokozela.’+