Duteronomi 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ngoko sajika sanyuka ngendlela yaseBhashan. Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan, yena nabantu bakhe bonke, ukuba asihlangabeze edabini e-Edreyi.+
3 “Ngoko sajika sanyuka ngendlela yaseBhashan. Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan, yena nabantu bakhe bonke, ukuba asihlangabeze edabini e-Edreyi.+