Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+ Duteronomi 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+
24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+