INdumiso 109:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+
28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+