Mateyu 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+ 2 Petros 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kodwa wohlwaywa ngokuhlambela kwakhe oko kulungileyo.+ Lathi iqegu, lingakwazi nje ukuthetha, lathetha ngelizwi lomntu,+ lalithintela ikhondo lempambano lomprofeti lowo.+
26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+
16 kodwa wohlwaywa ngokuhlambela kwakhe oko kulungileyo.+ Lathi iqegu, lingakwazi nje ukuthetha, lathetha ngelizwi lomntu,+ lalithintela ikhondo lempambano lomprofeti lowo.+