2 Petros 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kodwa wohlwaywa ngokuhlambela kwakhe oko kulungileyo.+ Lathi iqegu, lingakwazi nje ukuthetha, lathetha ngelizwi lomntu,+ lalithintela ikhondo lempambano lomprofeti lowo.+
16 kodwa wohlwaywa ngokuhlambela kwakhe oko kulungileyo.+ Lathi iqegu, lingakwazi nje ukuthetha, lathetha ngelizwi lomntu,+ lalithintela ikhondo lempambano lomprofeti lowo.+