IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Iesile layibona ingelosi kaYehova imi endleleni irhole ikrele layo ngesandla sayo;+ lazama ukuthi gu bucala iesile endleleni liye emasimini, kodwa uBhileham walibetha iesile ukuze alibuyisele endleleni.

  • Numeri 22:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Imazi ye-esile yaqhubeka iyibona ingelosi kaYehova yaza yagudla udonga, yalugudla unyawo lukaBhileham ngodonga; waza wayibetha ngakumbi.

  • Numeri 22:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Lithe iesile lakuyibona ingelosi kaYehova lasadalala ngaphantsi kukaBhileham; ngoko wavutha umsindo kaBhileham,+ waza waqhubeka elibetha iesile ngomsimelelo wakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share