5 Ngoko ke wathumela abathunywa kuBhileham+ unyana kaBhehore ePetore,+ engakuMlambo+ welizwe loonyana babantu bakowabo, ukuba bambize, bathi: “Khangela! Kuphume isizwana eYiputa. Khangela! Siwugubungele umhlaba ukuya kufikelela ekupheleni kokubona kwamehlo,+ yaye sihleli kanye phambi kwam.