Numeri 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwaphuma umlilo kuYehova,+ wawadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu awayenikela isiqhumiso.+ INdumiso 106:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nomlilo watshisa phakathi kwendibano yabo;+Ilangatye labaqwenga abo bangendawo.+
35 Kwaphuma umlilo kuYehova,+ wawadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu awayenikela isiqhumiso.+