Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+