Yoshuwa 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke yena uTselofehadi+ unyana kaHefere, unyana kaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, wayengenabo oonyana, eneentombi, yaye la ngamagama eentombi zakhe: uMahala noNowa, uHogela, uMilka noTirtsa.+
3 Ke yena uTselofehadi+ unyana kaHefere, unyana kaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, wayengenabo oonyana, eneentombi, yaye la ngamagama eentombi zakhe: uMahala noNowa, uHogela, uMilka noTirtsa.+