Genesis 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wabhambathisa ngesibhambathiso+ uYakobi, esithi: “Ukuba uThixo uthe waba nam, wandigcina ngokuqinisekileyo kuyo le ndlela ndiyihambayo, waza ngokuqinisekileyo wandinika isonka sokudla nezambatho zokunxiba+ Levitikus 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Xa athe umntu wenza umnikelo wesibhambathiso esikhethekileyo+ wemiphefumlo kuYehova ngokwexabiso elithelekelelwayo, ABagwebi 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Waza uYifeta wenza isibhambathiso+ kuYehova wathi: “Ukuba uyabanikela oonyana baka-Amoni esandleni sam,
20 Wabhambathisa ngesibhambathiso+ uYakobi, esithi: “Ukuba uThixo uthe waba nam, wandigcina ngokuqinisekileyo kuyo le ndlela ndiyihambayo, waza ngokuqinisekileyo wandinika isonka sokudla nezambatho zokunxiba+
2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Xa athe umntu wenza umnikelo wesibhambathiso esikhethekileyo+ wemiphefumlo kuYehova ngokwexabiso elithelekelelwayo,
30 Waza uYifeta wenza isibhambathiso+ kuYehova wathi: “Ukuba uyabanikela oonyana baka-Amoni esandleni sam,