Numeri 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abafayo sisibetho baba ngamashumi amabini anesine amawaka.+ 1 Korinte 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+
8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+