Numeri 13:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa amadoda awayenyuke naye athi: “Asinako ukunyuka siye kumelana naba bantu, kuba bomelele kunathi.”+ Yoshuwa 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye abazalwana bam ababenyuke nam bayinyibilikisa intliziyo yabantu;+ mna ke, ndamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.+
31 Kodwa amadoda awayenyuke naye athi: “Asinako ukunyuka siye kumelana naba bantu, kuba bomelele kunathi.”+
8 Kwaye abazalwana bam ababenyuke nam bayinyibilikisa intliziyo yabantu;+ mna ke, ndamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.+