-
Yoshuwa 19:49INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
49 Ngaloo ndlela bagqiba ukulahlula ilifa lelizwe ngokwemimandla yalo. Baza oonyana bakaSirayeli bamnika ilifa uYoshuwa unyana kaNun phakathi kwabo.
-