Numeri 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Kodwa phakathi kwaba kwakungekho mntu wababebhaliswe nguMoses noAron umbingeleli ekubhaliseni kwabo oonyana bakaSirayeli entlango yaseSinayi.+ Duteronomi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Iintsuku esazihambayo ukusuka eKadeshe-bharneya sada sawela intlambo yeZerede zaba yiminyaka engamashumi amathathu anesibhozo, sada saphela sonke eso sizukulwana samadoda emfazwe phakathi kwenkampu, kanye njengoko wawafungelayo uYehova.+ 1 Korinte 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uThixo akazange akholiswe yinkoliseko yabo,+ kuba bathiwa waca+ entlango. Hebhere 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+
64 Kodwa phakathi kwaba kwakungekho mntu wababebhaliswe nguMoses noAron umbingeleli ekubhaliseni kwabo oonyana bakaSirayeli entlango yaseSinayi.+
14 Iintsuku esazihambayo ukusuka eKadeshe-bharneya sada sawela intlambo yeZerede zaba yiminyaka engamashumi amathathu anesibhozo, sada saphela sonke eso sizukulwana samadoda emfazwe phakathi kwenkampu, kanye njengoko wawafungelayo uYehova.+
17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+