Duteronomi 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+ Yoshuwa 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ sadlula sixhotyiselwe idabi+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, kanye njengoko uMoses wayetshilo kubo.+
18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+
12 Yaye oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ sadlula sixhotyiselwe idabi+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, kanye njengoko uMoses wayetshilo kubo.+