Eksodus 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekuhambeni kwexesha bafika eMara,+ kodwa ababa nakuwasela amanzi aseMara kuba ayekrakra. Kungenxa yoko le nto wayithiya igama lokuba yiMara.+
23 Ekuhambeni kwexesha bafika eMara,+ kodwa ababa nakuwasela amanzi aseMara kuba ayekrakra. Kungenxa yoko le nto wayithiya igama lokuba yiMara.+