Numeri 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuwathumeni kwakhe uMoses ukuba aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, wathi kuwo: “Nyukani apha niye eNegebhi,+ ninyukele kummandla weentaba.+ Yoshuwa 10:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 UYoshuwa waxabela lonke ilizwe elikummandla weentaba+ neNegebhi+ neShefela+ namathambeka+ nabo bonke ookumkani bawo. Akazange ashiye usindileyo, yaye yonke into ephefumlayo+ wayitshabalalisa,+ kanye njengoko uYehova uThixo kaSirayeli wayeyalele.+
17 Ekuwathumeni kwakhe uMoses ukuba aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, wathi kuwo: “Nyukani apha niye eNegebhi,+ ninyukele kummandla weentaba.+
40 UYoshuwa waxabela lonke ilizwe elikummandla weentaba+ neNegebhi+ neShefela+ namathambeka+ nabo bonke ookumkani bawo. Akazange ashiye usindileyo, yaye yonke into ephefumlayo+ wayitshabalalisa,+ kanye njengoko uYehova uThixo kaSirayeli wayeyalele.+