Eksodus 34:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Uze ungazenzeli izithixo ezityhidiweyo.+ Levitikus 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Musani ukuphethukela kwizithixo ezingenaxabiso,+ yaye ningazenzeli oothixo abatyhidiweyo.+ NdinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 27:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye otyhidiweyo,+ nto leyo ecekisekayo kuYehova,+ eyimveliso yezandla zosebenza ngomthi nangesinyithi,+ ayibeke endaweni esitheleyo.’ (Baphendule bonke abantu bathi, ‘Amen!’)+
4 Musani ukuphethukela kwizithixo ezingenaxabiso,+ yaye ningazenzeli oothixo abatyhidiweyo.+ NdinguYehova uThixo wenu.
15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye otyhidiweyo,+ nto leyo ecekisekayo kuYehova,+ eyimveliso yezandla zosebenza ngomthi nangesinyithi,+ ayibeke endaweni esitheleyo.’ (Baphendule bonke abantu bathi, ‘Amen!’)+