Numeri 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+ Numeri 26:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+